About Me

My photo
Singaba fundi abafunda ulwimi lwesiXhosa. sifuna ukuphucula nokuphulisa ulwimi lwethu. IsiXhosa siyasithanda, sifuna ukuba uluntu lube nolwazi nomdla kwisiXhosa

Friday 15 March 2013

Lemifanekiso ibonisa iSintu sakwa Xhosa ukuba sihlala njani, amasiko ethu nokuba sinxiba njani.











No comments:

Post a Comment